11 July 2023 Public Notice: GRDM appoints AK Consultants to supply and deliver diesel-powered generators
Public Notice
11 July 2023
GRDM appoints AK Consultants to supply and deliver diesel-powered generators
After following a competitive bidding process the Garden Route District Municipality appointed AK Consultants to supply and deliver five (5) mobile 100 KVA diesel powered generators to be used as back-up units during the current energy crisis.
These units will be placed at Garden Route District Municipal offices in the district.
Tuinroete Distriksmunisipaliteit stel AK Konsultante aan om diesel kragopwekkers te verskaf
Nadat ‘n mededingende bodproses gevolg is, het die Tuinroete Distriksmunisipaliteit AK Consultants aangestel om vyf (5) mobiele 100 KVA diesel-aangedrewe kragopwekkers te verskaf, wat as rugsteuneenhede gebruik sal word tydens beurtkrag.
Die eenhede sal by Tuinroete Distriksmunisipaleit se kantore, regoor die streek, geplaas word.
UMasipala Wesithili iGarden Route uchonge inkampani i-AK Consultants ukuba babonelele kwaye inikezele ngeejenereyitha ezisebenza ngedizili
Emva kokulandela inkqubo ekhuphisanayo nemigaqo yezibophelelo uMasipala weSithili seGarden Route uchonge inkampani i-A K Consultants ukuba ibonelele kwaye inikezele ngeejenereyitha ezintlanu ezisebenza ngedizili eziyi-100 KVA eziza kusetyenziswa njengeeyunithi zokuxhasa ngexesha lobunzima bombane obukhoyo.
Ezi yunithi ziya kubekwa kwii-ofisi zikaMasipala weSithili saseGarden Route kwisithili ukuze zifumaneke zincedise njengamacandelo ombane axhasayo kwimeko kaxakeka.
MG Stratu
Municipal Manager
54 York Street
PO Box 12
GEORGE
6530
Tel: 044 803 1300
Notice number: 96/2023
Download the official notice here.