21 April 2023 Media Release: 125 Homeless people attend health education session at George Night Shelter
Media Release: 125 Homeless people attend health education session at George Night Shelter
The session took place at George night shelter where 125 homeless people gathered. EHPs also distributed pamphlets and disinfectants.
Die Tuinroete Distriksmunisipaliteit se Omgewingsgesondheidspraktisyns (OGP) Sive Mkuta en Lusizo Kwetshube, het gister ‘n inligtingsessie met 125 hawelose persone by die George-nagskuiling gehou. Die doel van die sessie was om wenke met die groep te deel oor die verbetering van algehele gesondheid en welstand. Die praatjie het hoofsaaklik gefokus op onderwerpe soos oordraagbare siektes, persoonlike higiëne en omgewingshigiëne. Dis geen geheim dat hawelose persone beperkte toegang tot gesondheidshulpbronne het wat die impak van siektes kan verminder.
UMasipala weSithili saseGarden Route (i-GRDM) uthathe amanyathelo okuphucula impilo kunye nentlalontle yoluntu eGarden Route, ngokubamba i-yokufundisa ngezempilo kuluntu olungenamakhaya. Abasebenzi beMpilo yokuSingqongileyo uSive Mkuta noLusizo Kwetshube bafundise abo bebezimase lendibano ngezifo ezosulelayo, ucoceko lomntu, kunye nococeko lokusingqongileyo, kwaye basasaza amaphecana kunye nezibulali ntsholongwane kubantu abayi-125 abebezimase kwindawo yokhuseleko yaseGeorge ebusuku. I-mfundiso eziloluhlobo zibalulekile kuluntu njengoko zibaxhobisa ngobalulekiyo ngococeko kunye nokunciphisa umngcipheko wokugula.
![](https://www.gardenroute.gov.za/wp-content/uploads/2023/04/education-session-2.jpg)
ENDS
Feature image caption: Sive Mkuta educates homeless people from George about communicable diseases, personal hygiene, and environmental hygiene.